Zundithwale nakaloku
Ngezo ngalo zobubele
Zundithwale nakaloku
Ngezo ngalo zobubele
Sendiziphosa kuwe
Nkosi Yesu zundithabathe
Sendiziphosa kuwe
Nkosi Yesu zundithabathe
Izixhobo zam ziwile
Zithathiwe nguSathane
Izixhobo zam ziwile
Zithathiwe nguSathane
Xandiyekelelwa Nguwe
Ndophalala njengamanzi
Xandiyekelelwa Nguwe
Ndophalala njengamanzi
Zundithwale nakaloko
Ngezo ngalo zobubele
Zundithwale nakaloko
Ngezo ngalo zobubele